The Pamphlet Collection of Sir Robert Stout: Volume 41

Kafir (Optional Subject)

Kafir (Optional Subject).

Translate into English (A):
Translate into English and parse the part printed in italics:
  • (B) Kuhle ntonina akuha lomfana ekudlile konke ahenako? Qata indlala, ingeyakudelwa nalondlala kuba kutivva apa yayindlala enzima; elalizwe abeye kulo lomfana libelisiti kakade libe namaxesha endlala eshushu etshutshisayo. Ipangclelene lendlala ke nokupela kwempahla yake, kuhle izinto ezimbi ngaxesha nye, zabonakala ngamini nye izinto abengazanga azibone. Amashwa kakade yinto eyenza isipango ukufika kwayo; kupclc impahla yake, kwapela ukudla nasebantwini abesazana nabo. Nakuba ibiko kakade lendlala kvvelilizwe cbcngekayiqondi yena, ibimpahlile ngenxa zonke engayiboni yena kuba ebese nenkomo. Babeqa'uka abantungamacala onke engenalufifi yena lokuba babulawa yindlala, ebese nezinto yena ezigxotayo kuye inxwaleko enjalo, ebesanele yilemfuyo yake, isamq'uba. Elibele nje yena yilemihlali yake akaboni ukuba ucotelwa lilishwa. Engazanga nje ayibone indlala ebengacingi ukuba iselikufupi naye. Ke nomoni emhlabeni apa angake azilibazise ngezinto zake azenzayo, ngezinto zake azitandayo, angake ati lemihla adlobayo, Hai ukuba mhandi kwelilizwe kufumane kutetwa xa kutiwa u-Tixo uko, nokufa kuyasizuma, nesihogo yinto ikoyo, buxoki babafundisi obo, buhilihili bamagqoboka oko, angake ati okwencne umntu ongamkonziyo u-Tixo sifumane sinunuselwa xa kutiwa guqukani natshabalala, buyani neyela emngcipekweni ongonapakade. Nnobeteta czonto lomfana kumakolwane ake okuya ebesabluta, esanxila, esarexeza, nambla yakupela impahla akuba ennasakuboni ukudla, uqale wabona akuba indlala yinto ikoyo na emblabeni.

Translate into Kafir: